Thought of the week | KUTHENI KUBALULEKILE UKUBA UBENOMYOLELO?
Izehlo ezibumba ubomi kwabanye, ezinje ngomtshato, ukuthengwa kwepropati, ukuzalwa komntwana, ukusweleka komntu omthandayo, uqhawulo-mtshato okanye ukufuduka, konke kukhokhelela kutshintsho lweemeko zakho ezibangela uba kufuneke uhlaziye umyolelo. Ukuqinisekisa ukuba ilifa lakho linekezwa ngokufanelekileyo, ngaphandle kweendleko kunye nokunciphisa ukulibaziseka kwabaxhamli bakho obakhethileyo, kubalulekile