Thought of the Week | Ushwankathelo lwe -72 hour cluase nomqathango wentengiselwano
Isivumelwano esibhalwe phantsi sentengiselwano ngepropati sisenokubandakanya imiqathango yebhondi eneziphumo ezithile kwintengiselwano ngepropati ezihamba kunye negatya elibizwa ngokuba ngu-“72 hour clause.”, nokuba kukumthengi okanye kumthengisi-propati Ingaba sesiphi isiphumo sale mimiselo mibini? Ngokufutshane, imiqathango yebhondi yentengiselwano iyimisa ixeshana inkqubo-ntengiselwano yokusebenza kwesivumelwano ngokupheleleyo,