Thought of the week | Isicelo esingesinye
Ngokwesiqhelo,izivumelwano ziqulunqwa ngokwendlela yobonelelo nolwamkelo. Oku kubalulekengaphezulu kokuba ubani enokucinga, nanjengokuba lotshintshitshintshi esebenza njengophawu lovunyelwano enye yemfuneko ezibaluleke ngakumbi zesivumelwano esisemthethweni ikwabonakalisa ixesha kunye nendawo esithe saqulunqwa kuyo ngokusemthethweni isivumelwano. Oku kubalulekile,hayi nje ngokwesizathu sobuchwepheshe bezomthetho njengegunya nogunyaziso kodwa nangokuba