Njengomnini weshishini, kusenokwenzeka ukuba ufumana isabelo sakho esifanelekileyo sezimemo zokusebenzisa iinkonzo zezixhobo ezikwi-Intanethi ukuququzelela nokwenza lula indlela yakho ekuthobeleni iPOPIA. Isusela kuvavanyo olwenziwa kwi-Intanethi ukuya kwimigaqo-nkqubo ezenzekelayo. Ngelixa uninzi lweminikelo enjalo inamalungu axabiseke ngeyonandlela, kwangaxeshanye kukwafana nokulungelelanisa ikamva lakho kunye
Read MoreOns vind gereeld, tydens ‘n eerste konsultasie oor die nakoming van POPIA, dat kliënte skepties is as ons hulle inlig dat POPIA baie werk vereis. Die gevoel is dikwels dat POPIA aan voldoen is, omdat hul IT-stelsels deurlopend opgedateer en
Read MoreSiqhelile ukuxhakamshelana nabanini bamashishini abaqwalasela uxanduva lokuthotyelwa kwemiqathango, babe nenkathalo nokunyamezela . Kwelinye icala, kunempendulo efanelekileyo apho kuthathwe inxaxheba ngokuqhutywa kweshishini zonke insuku. Kwelinye ixesha, kufumaneka kungekho mnandi xa kunonyanzelo lokoyiswa ngesohlwayo esikhutshwa ngurhulumente xa ungathobeli lemiqhathangango. Ngokuqinisekileyo, ukuhambisana nemitheto
Read MoreWhatever the public may have to say about civil servants, having worked as a junior and senior examiner in the Pretoria Deeds Office from the middle 1980s for four years, I can vouch for the fact that the Deeds Office
Read MoreUkuhlala kunye njengendoda nomfazi ngaphandle komtshato waseburhulumenteni, nokuba niyenza ninolwazi okanye ningenalo, oku kwenzeka kwiimeko ezininzi ngaphandle kokucingisisa ngeziphumo. Umzekelo, ingxubaxaka ebikuBwanya v Master weNkundla ePhakamileyo, eKapa nakwabanye kwisigwebo esadluliselwa nge-1 ka-Okthobha ka-2020. UB no-R badibana ngo-2014 kwaye kungekudala emva
Read More