Umthengisi zindlu akanalungelo lokufumana ikhomishini kwintengiso ukuba ngexesha lokugqitywa kwesivumelwano, ebengenaso isetifiketi seFidelity Fund esisemthethweni. Le mfuno yindlela yokukhusela umthengi njengokuba abathengisi zindlu benikela ngokunyanzelekileyo kwingxowa eyinxalenye yomsebenzi wesetifikethi. Ngoluhlobo kuqinisekiswa ukuba amalungu oluntu anganako ukubuyiselwa imali zabo xa kunoze kubekho impatho
Read MoreIngaba umyalelo wokuqhawula umtshato, kunye nesivumelwano sokuhlalisana apho iqabane lizuza isabelo selinye iqabane kwipropati yabo, lunesiphumo sokudlulisela ipropati na? Hayi. Ngaphandle kwezixolelo ezimbalwa, ipropati engenakususwa ingadluliselwa isuka kumntu isiya komnye ngokubhalisa udluliso lwayo kwiOfisi yoBhaliso lweepropati. Ukuchitheka komtshato emva koqhawulo-mtshato alunasiphumo
Read MoreJoint ownership in immovable property is usually awarded to one owner upon the death of a joint owner, or if an agreement exists between parties to sell or donate shares, or on divorce. In this post we discuss two issues
Read More