{"id":26859,"date":"2021-08-17T06:21:25","date_gmt":"2021-08-17T04:21:25","guid":{"rendered":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/?p=26859"},"modified":"2021-08-17T09:05:19","modified_gmt":"2021-08-17T07:05:19","slug":"thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/","title":{"rendered":"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu"},"content":{"rendered":"<p>Ukuba ucinga ngokwakha indlu entsha eMzantsi Afrika, khumbula ukuba uMthetho wemiGaqo yokuKhusela abaThengi beZindlu ka-95 ka-1998 ubeka iimfuno ezithile ekufuneka kuhlangatyezwane nazo ukuze kuqinisekiswe ukuba amanyathelo okhuselo alo Mthetho ayafumaneka kuwe njengomnini (owner). Umthetho uqinisekisa ukuba umnini mhlaba unokhuseleko oluthile ekudlaleni okungafunekiyo nakwimisebenzi enesiphene kwaye ubonelela, kwimeko yengxabano phakathi kweko makhi kunye nomnini mhlaba, ukufikelela kwiinkonzo zolamlo (mediation services.<\/p>\n<p>Ukuphumeza oku, lo Mthetho ufuna ukuba abakhi (kubandakanya abaphuhlisi bemizi kunye nabakhi bazo babhalise kwiBhunga loBhaliso lwaBakhi beKhaya kuZwelonke (NHBRC) kwaye babhalise iprojekthi yokwakha. I-NHBRC, phakathi kwezinye izinto:<\/p>\n<p>\u2022 umele iimfuno zabathengi bezindlu ngokubonelela ngeziqinisekiso ezithile ngokubhekiselele kwiziphene kumakhaya amatsha;<br \/>\n\u2022 ilawula ishishini lokwakha amakhaya;<br \/>\n\u2022 Inika ukhuseleko kubathengi bezindlu malunga nokusilela kwabakhi bamakhaya ukuthobela uxanduva lwabo ngokwalo Mthetho;<br \/>\n\u2022 iseka kwaye ikhuthaze imigangatho yokuziphatha kunye nezobugcisa kwishishini lokwakha amakhaya;<br \/>\n\u2022 iphucula umgangatho wezindlu ezakhiweyo kunye noshishino lokwakha amakhaya; kwaye<br \/>\n\u2022 Ukunceda abakhi bamakhaya, ngoqeqesho kunye nohlolo, ukufezekisa nokugcina imigangatho yobugcisa eyonelisayo kulwakhiwo lwasekhaya.<\/p>\n<p>Ukuba umakhi akaphumeleli ukuthobela umThetho okanye umgaqo wokuziphatha we-NHBRC, uzibeka emngciphekweni wokutshutshiswa ngolwaphulo-mthetho ngesohlwayo esifikelela kwi-R25 000, kunye nokurhoxa kwimo yakhe yobhaliso kwi-NHBRC.<\/p>\n<p>Ngapha koko, ngokweNkundla kwiRabe Bouers CC v Chaya, iNkundla <a href=\"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2020\/11\/stbb_plu23-2020_s1.pdf\">iqinisekisile\u00a0<\/a> izinto eziyimfuneko ukuze amanyathelo okhuseleko abekhona, ekubeni kufuneka (i) kubhaliswe umakhi kwi-NHBRC; kananjalo (ii) nokuba ikhaya (iprojekthi yokwakha ngokwayo) kufuneka libhaliswe kwi-NHBRC phambi kokuqala kolwakhiwo.<\/p>\n<p>Ukuze uqiniseke ukuba umakhi wepropati yakho ubhalisiwe kwi-NHBRC nceda undwendwele kule website ethi nhbrc.org.za okanye utsalele umnxeba kwi-NHBRC ku-0800 200 824 okanye uthumele i-imbalelwano kwi-NHBRC apha nhbrc@nhbrc.org.za okanye uqhagamshelane ne-STBB kwinombolo ethi 021 4069100 ukuze ufumane ingcebiso nolwazi oluthe vetshe.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ukuba ucinga ngokwakha indlu entsha eMzantsi Afrika, khumbula ukuba uMthetho wemiGaqo yokuKhusela abaThengi beZindlu ka-95 ka-1998 ubeka iimfuno ezithile ekufuneka kuhlangatyezwane nazo ukuze kuqinisekiswe ukuba amanyathelo okhuselo alo Mthetho ayafumaneka kuwe njengomnini (owner). Umthetho uqinisekisa ukuba umnini mhlaba unokhuseleko oluthile<\/p>\n","protected":false},"author":257,"featured_media":24476,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_acf_changed":false,"_exactmetrics_skip_tracking":false,"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":""},"categories":[110],"tags":[],"class_list":["post-26859","post","type-post","status-publish","format-standard","has-post-thumbnail","hentry","category-thought-of-the-week"],"acf":[],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.5 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu - STBB<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"STBB admin\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"STBB admin\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/373f5182f1855280e5e0349100867401\"},\"headline\":\"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu\",\"datePublished\":\"2021-08-17T04:21:25+00:00\",\"dateModified\":\"2021-08-17T07:05:19+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/\"},\"wordCount\":255,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#organization\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2021\\\/05\\\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg\",\"articleSection\":[\"Thought Of The Week\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/\",\"name\":\"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu - STBB\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#website\"},\"primaryImageOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#primaryimage\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2021\\\/05\\\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg\",\"datePublished\":\"2021-08-17T04:21:25+00:00\",\"dateModified\":\"2021-08-17T07:05:19+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/\"]}]},{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#primaryimage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2021\\\/05\\\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2021\\\/05\\\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg\",\"width\":383,\"height\":300},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Thought Of The Week\",\"item\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/category\\\/thought-of-the-week\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":3,\"name\":\"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/\",\"name\":\"STBB\",\"description\":\"Welcome to STBB - We deal with every legal matter\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#organization\",\"name\":\"STBB\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/06\\\/STBB_logo_2025.png\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/06\\\/STBB_logo_2025.png\",\"width\":218,\"height\":66,\"caption\":\"STBB\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/thebigsmallfirm\"]},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/373f5182f1855280e5e0349100867401\",\"name\":\"STBB admin\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"STBB admin\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/author\\\/stbb-admin\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu - STBB","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/","twitter_misc":{"Written by":"STBB admin","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/"},"author":{"name":"STBB admin","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/person\/373f5182f1855280e5e0349100867401"},"headline":"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu","datePublished":"2021-08-17T04:21:25+00:00","dateModified":"2021-08-17T07:05:19+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/"},"wordCount":255,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#organization"},"image":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg","articleSection":["Thought Of The Week"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/","name":"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu - STBB","isPartOf":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#website"},"primaryImageOfPage":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#primaryimage"},"image":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg","datePublished":"2021-08-17T04:21:25+00:00","dateModified":"2021-08-17T07:05:19+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/"]}]},{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#primaryimage","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg","contentUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg","width":383,"height":300},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-izinto-ekufuneka-uzazile-xa-uzakwakha-indlu\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Thought Of The Week","item":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/category\/thought-of-the-week\/"},{"@type":"ListItem","position":3,"name":"Thought of the Week | Izinto ekufuneka uzazile xa uzakwakha indlu"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#website","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/","name":"STBB","description":"Welcome to STBB - We deal with every legal matter","publisher":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#organization","name":"STBB","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2025\/06\/STBB_logo_2025.png","contentUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2025\/06\/STBB_logo_2025.png","width":218,"height":66,"caption":"STBB"},"image":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/logo\/image\/"},"sameAs":["https:\/\/www.linkedin.com\/company\/thebigsmallfirm"]},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/person\/373f5182f1855280e5e0349100867401","name":"STBB admin","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g","caption":"STBB admin"},"url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/author\/stbb-admin\/"}]}},"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack_featured_media_url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2021\/05\/verne-ho-26453-unsplash-1.jpg","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/26859","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/users\/257"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=26859"}],"version-history":[{"count":3,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/26859\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":26887,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/26859\/revisions\/26887"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/media\/24476"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=26859"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=26859"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=26859"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}