{"id":21611,"date":"2021-02-16T08:51:09","date_gmt":"2021-02-16T06:51:09","guid":{"rendered":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/?p=21611"},"modified":"2026-02-02T09:33:00","modified_gmt":"2026-02-02T07:33:00","slug":"thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/","title":{"rendered":"Thought of the Week |  Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho"},"content":{"rendered":"<p><b data-stringify-type=\"bold\">Kwenzeka ntoni emva kokuba izicwangciso zakho zokwakha zamkelwe?<\/b><\/p>\n<p>Nje ukuba izicwangciso zokwakha zivunywe ngumasipala wakho kwaye ugqibile ukulungisa, ukutshintsha, ukongezwa okanye ukwandiswa kwekhaya lakho ngokungqinelana nezo zicwangciso ngexesha elifunekayo, kunyanzelekile ukuba wena, okanye umphathi weprojekthi yakho, ninxibelelane ngokubhaliweyo nomasipala, ukuze nicele ukukhutshwa kwesiqinisekiso sokuhlala. Isiqinisekiso sokuhlala sityikityiwa nguMhloli Wezakhiwo, obambele umasipala, xa sele etyelele ipropathi yakho kwaye waqinisekisa ukuba wakha ngokungqinelana nezicwangciso ezivunyiweyo, ukuba nayiphi na imiqathango yolwamkelo, ebekwe ngumasipala, ithotyelwe kwaye kwanikezelwa neziqinisekiso \u00a0ezifunekayo zokuthobela.<\/p>\n<p>Ukuba awakhanga ngokungqinelana nesicwangciso sakho sokwakha esivunyiweyo, okanye wenze utshintsho ngexesha lokwakha, uMhloli wezokwakha angacela ukuba uyilo lokuphambuka luyilwe, lufakwe \u00a0kwaye luvunywe \u00a0phambi kokuba kukhutshwe isiqinisekiso sokuhlala.<\/p>\n<p>Isiqinisekiso sokuhlala sibalulekile apho ukulungiswa, utshintsho, ukwandisa okanye ukongezwa kwenziwa khona njengoko isakhiwo sinokuthi sihlale ngokusesikweni emva kokuba isiqinisekiso sokuhlala sikhutshiwe. Nje ukuba sikhutshwe, khumbula ukusigcina kwindawo ekhuselekileyo ukuze iimeko apho sinokufuneka kwakhona xa uthengisa okanye ubambisa ngepropati yakho.<\/p>\n<p>&nbsp;<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Kwenzeka ntoni emva kokuba izicwangciso zakho zokwakha zamkelwe? Nje ukuba izicwangciso zokwakha zivunywe ngumasipala wakho kwaye ugqibile ukulungisa, ukutshintsha, ukongezwa okanye ukwandiswa kwekhaya lakho ngokungqinelana nezo zicwangciso ngexesha elifunekayo, kunyanzelekile ukuba wena, okanye umphathi weprojekthi yakho, ninxibelelane ngokubhaliweyo nomasipala, ukuze<\/p>\n","protected":false},"author":257,"featured_media":575,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_acf_changed":false,"_exactmetrics_skip_tracking":false,"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":""},"categories":[110],"tags":[],"class_list":["post-21611","post","type-post","status-publish","format-standard","has-post-thumbnail","hentry","category-thought-of-the-week"],"acf":[],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.5 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho - STBB<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"STBB admin\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"STBB admin\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/373f5182f1855280e5e0349100867401\"},\"headline\":\"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho\",\"datePublished\":\"2021-02-16T06:51:09+00:00\",\"dateModified\":\"2026-02-02T07:33:00+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/\"},\"wordCount\":154,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#organization\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2019\\\/05\\\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg\",\"articleSection\":[\"Thought Of The Week\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/\",\"name\":\"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho - STBB\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#website\"},\"primaryImageOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#primaryimage\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#primaryimage\"},\"thumbnailUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2019\\\/05\\\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg\",\"datePublished\":\"2021-02-16T06:51:09+00:00\",\"dateModified\":\"2026-02-02T07:33:00+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/\"]}]},{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#primaryimage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2019\\\/05\\\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2019\\\/05\\\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg\",\"width\":4000,\"height\":2980},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Thought Of The Week\",\"item\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/category\\\/thought-of-the-week\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":3,\"name\":\"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/\",\"name\":\"STBB\",\"description\":\"Welcome to STBB - We deal with every legal matter\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#organization\",\"name\":\"STBB\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/06\\\/STBB_logo_2025.png\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2025\\\/06\\\/STBB_logo_2025.png\",\"width\":218,\"height\":66,\"caption\":\"STBB\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"},\"sameAs\":[\"https:\\\/\\\/www.linkedin.com\\\/company\\\/thebigsmallfirm\"]},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/373f5182f1855280e5e0349100867401\",\"name\":\"STBB admin\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"STBB admin\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/stbb.co.za\\\/dev2\\\/author\\\/stbb-admin\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho - STBB","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/","twitter_misc":{"Written by":"STBB admin","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/"},"author":{"name":"STBB admin","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/person\/373f5182f1855280e5e0349100867401"},"headline":"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho","datePublished":"2021-02-16T06:51:09+00:00","dateModified":"2026-02-02T07:33:00+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/"},"wordCount":154,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#organization"},"image":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2019\/05\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg","articleSection":["Thought Of The Week"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/","name":"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho - STBB","isPartOf":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#website"},"primaryImageOfPage":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#primaryimage"},"image":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#primaryimage"},"thumbnailUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2019\/05\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg","datePublished":"2021-02-16T06:51:09+00:00","dateModified":"2026-02-02T07:33:00+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/"]}]},{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#primaryimage","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2019\/05\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg","contentUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2019\/05\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg","width":4000,"height":2980},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/thought-of-the-week-ukulungiswa-ukutshintshwa-ukongezwa-kunye-nokwandiswa-ekhayeni-lakho\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Thought Of The Week","item":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/category\/thought-of-the-week\/"},{"@type":"ListItem","position":3,"name":"Thought of the Week | Ukulungiswa, ukutshintshwa, ukongezwa kunye nokwandiswa ekhayeni lakho"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#website","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/","name":"STBB","description":"Welcome to STBB - We deal with every legal matter","publisher":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#organization","name":"STBB","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2025\/06\/STBB_logo_2025.png","contentUrl":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2025\/06\/STBB_logo_2025.png","width":218,"height":66,"caption":"STBB"},"image":{"@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/logo\/image\/"},"sameAs":["https:\/\/www.linkedin.com\/company\/thebigsmallfirm"]},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/#\/schema\/person\/373f5182f1855280e5e0349100867401","name":"STBB admin","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/01ff5983d7912cf59ffb46046f106cd4563070d061b8debafb64bf68e93b6729?s=96&d=mm&r=g","caption":"STBB admin"},"url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/author\/stbb-admin\/"}]}},"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack_featured_media_url":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-content\/uploads\/2019\/05\/rawpixel-706374-unsplash-1.jpg","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/21611","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/users\/257"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=21611"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/21611\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":21612,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/21611\/revisions\/21612"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/media\/575"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=21611"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=21611"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/stbb.co.za\/dev2\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=21611"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}