Kwenzeka ntoni emva kokuba izicwangciso zakho zokwakha zamkelwe? Nje ukuba izicwangciso zokwakha zivunywe ngumasipala wakho kwaye ugqibile ukulungisa, ukutshintsha, ukongezwa okanye ukwandiswa kwekhaya lakho ngokungqinelana nezo zicwangciso ngexesha elifunekayo, kunyanzelekile ukuba wena, okanye umphathi weprojekthi yakho, ninxibelelane ngokubhaliweyo nomasipala, ukuze
Read MoreIingozi zeemoto zihlala zivelisa iinkqubo ezintathu zomthetho: 1. Ityala lolwaphulo-mthetho apho uMbuso uza kutshutshisa umoni okanye umtyholwa; 2. Ibango loluntu lomonakalo okhoyo kwizithuthi nakwiziqulatho okanye kumthwalo wazo (oqhele ukusetyenzwa yinshurensi yakho); kwaye 3. Ibango elisemthethweni nxamnye neNgxowa-mali yeeNgozi zeNdlela ngomonakalo
Read MoreLithuba lokuzama ukufumana ukuthembakala kweshishini. Nanini na xa wena, njengomnini weshishini, ucela kwaye ufumana ulwazi kubaxhasi bakho, abasebenzi kunye nababoneleli ngeenkonzo zakho, kukho into ethembekileyo kwishishini lakho. Banethemba lokuba ulwazi luya kusetyenziselwa iinjongo ekujoliswe kuzo, ezichanekileyo kwaye ukuba ishishini lakho
Read MoreNjengomnini weshishini, kusenokwenzeka ukuba ufumana isabelo sakho esifanelekileyo sezimemo zokusebenzisa iinkonzo zezixhobo ezikwi-Intanethi ukuququzelela nokwenza lula indlela yakho ekuthobeleni iPOPIA. Isusela kuvavanyo olwenziwa kwi-Intanethi ukuya kwimigaqo-nkqubo ezenzekelayo. Ngelixa uninzi lweminikelo enjalo inamalungu axabiseke ngeyonandlela, kwangaxeshanye kukwafana nokulungelelanisa ikamva lakho kunye
Read MoreIzehlo ezibumba ubomi kwabanye, ezinje ngomtshato, ukuthengwa kwepropati, ukuzalwa komntwana, ukusweleka komntu omthandayo, uqhawulo-mtshato okanye ukufuduka, konke kukhokhelela kutshintsho lweemeko zakho ezibangela uba kufuneke uhlaziye umyolelo. Ukuqinisekisa ukuba ilifa lakho linekezwa ngokufanelekileyo, ngaphandle kweendleko kunye nokunciphisa ukulibaziseka kwabaxhamli bakho obakhethileyo, kubalulekile
Read MoreIfandesi ichazwa kuMthetho woKhuseleko lwaBathengi “njengentengiso kawonkewonke apho kuthengiswa iimpahla kunye nepropathi yombheji omkhulu.” Amaziko ezezimali ngokwesiko asebenzisa ifandesi ukuba afezekise ukuthengisa okuphumeleyo kwepropathi apho umyalelo wenkundla unikezela imvume yokuthengisa. Mva nje ngakumbi nangakumbi abathengisi babucala bakhetha ukuba indlu yabo
Read MoreBeepropathi kunye nabanini bahlala befuna ingcebiso malunga nesikimu kwesona sithuba sokwabelana ngepropathi ukuze basisebenzise ngokubhekisele kuphuhliso. Ukukhethwa kweskimu kuxhomekeke kwiimfuno zomnini okanye umphuhlisi wepropathi. Enye yezi zikhetho zizikimu zokwahlula isabelo. Isikimu sokwabelana ngesabelo sichazwa kuMthetho wokuLawulwa kwee-Bhloko zolwabelwano zeNombolo 59
Read MoreYinto eqhelekileyo ukuba umnini wepropathi okanye umtyali mali atyumbe umntu ukuba afake ipropati kuluhlu okanye athengise okanye alawule ukurentwa kwayo. Igosa elinjalo lisebenza kwigunya elibhaliweyo lomnini obhalisiweyo kwaye liyavunyelwa ukuba lenze izenzo okanye imisebenzi ethile, equka ukufaka isihloko secandelo ukwenzela
Read MoreNgokwesiqhelo,izivumelwano ziqulunqwa ngokwendlela yobonelelo nolwamkelo. Oku kubalulekengaphezulu kokuba ubani enokucinga, nanjengokuba lotshintshitshintshi esebenza njengophawu lovunyelwano enye yemfuneko ezibaluleke ngakumbi zesivumelwano esisemthethweni ikwabonakalisa ixesha kunye nendawo esithe saqulunqwa kuyo ngokusemthethweni isivumelwano. Oku kubalulekile,hayi nje ngokwesizathu sobuchwepheshe bezomthetho njengegunya nogunyaziso kodwa nangokuba
Read More